Album Cover Khusela (feat. Msaki)

Khusela (feat. Msaki)

Kabza De Small

2

Bawo khusela abantwana bakho

Bawo khusela abantwana bakho

Bawo khusela (khusel′ ingane zakho) abantwana bakho

(Sizibika kuwe Mdali) Bawo khusela abantwana bakho

(Sikelel' imini zami) Bawo khusela abantwana bakho

(Ngoba yini andinayo) Bawo khusela (bendingangena kuyo)

(Yiba nenceba) abantwana bakho

(Theba kimi andinalo) Bawo khusela (bendi ngabamba lona)

(Nqaba yimbi andinayo) abantwana bakho (wuwe ithemba lami)

Hlamba nansi inhliziyo

Ndizibika kuwe

Ndizibika kuwe

Kuwe Mdali

Sikelel′ imini zami

Sikelel' imini zami

Nqaba kimi andinayo

Bendingangena kuyo, yibanenceba

Yiba nenceba kuthi, sikelel' imini zami

Theba kimi andinalo, bendi ngabamba lona

Hlamba nansi inhliziyo, uyenze ngcwele yona

Nqaba kimi andinayo

Bendingangena kuyo

Ndizibika kuwe Mdali

Sikelel′ imini zami

Yiba nenceba

Abantwana, abantwana bakho

Themba kimi andinalo

(Bawo khusela)bendingazi fihla kulo (abantwana bakho)

Hlamba nansi inhliziyo

(Hlamba nansi inhiziyo) Bawo khusela (ilungise)

(Icokise uyenze msulwa) abantwana bakho (uyenze msulwa yona)

Abantwana abantwana bakho bakhalela wena

Yiba nenceba kuthi yiba nenceba

Singabantwana bakho yiba nenceba